Statistieken

Vandaag 64
Deze week 141
Deze maand 1349
Sinds 08-2008 983142

Mensen





 

 

familie usapho
gezin usapho (undoqo)
vader utata
moeder umama
kind umtwana
zoon unyana
dochter intombi
broer umtakwethu
zus udade wethu
grootouders oomawokhulu
grootvader utatomkhulu
grootmoeder umakhulu
kleinkind umzukulwana
kleinzoon umzukulwana (ongumfana)
kleindochter umzukulwana (oyintombi)
oom umalume
tante umakazi
neef
(zoon van je broer of zus)
umtshana (ongumfana)
nicht
(dochter van je broer of zus)
umtshana (oyintombi)
neef
(zoon van je oom of tante)
umzala (oyinkwenkwe)
nicht
(dochter van je oom of tante)
umzala (oyintombi)
man umyeni
vrouw unkosikazi
schoonvader utatazala
schoonmoeder umazala
zwager umlanya
schoonzus indodakazi
stiefvader utata kumtshato omtsha
stiefmoeder umama kumtshato omtsha
stiefbroer umnakwethu kumtshato wangaphambili
stiefzus udade kumtshato wangaphambili
stamboom umlibo
   
Vrienden en bekenden Abahlobo nezalamane
vriend (vriendschappelijk) umhlobo
vriendin (vriendschappelijk) umhlobokazi
vriend (liefde) isithandwa (esiyindoda)
vriendin (liefde) isithandwa (esilibhinqa)
vriendschap ubuhlobo
buur ebumelwaneni
buurman umelwane
buurvrouw umelwanekazi
kennis isalamane
collega umlingane
kameraad, makker, maat iqabane, umhlobo
reisgenoot umhlobo wohambo
gast indwendwe
   
De menselijke levenscyclus Ubomi bomntu
leven (zelfstandig naamwoord) ubomi
leven (werkwoord) ukuphila
conceptie ukukhulelwa
geboorte ukuzala
geboren worden ukuzalwa
kind umtwana
jongere umntu ofikisa ebuntwni
student umfundi
werken ukusebenza
carrière, loopbaan inkqubela-phambili yobomi
middelbare leeftijd embindini wobomi
overgang ukuyeka ukuya exesheni
pensioen umhlalaphantsi
bejaarde umtu omdala
bejaardentehuis ikhaya lababadala
dood ukufa
sterven ukubhubha
begrafenis umngcwabo
crematie ukutshiswa kwesidumbu
ontbinding umngquba
pluk de dag Ukuphelisa imini
gedenk te sterven Khumbula uza kufa.
Laten we eten en drinken, want morgen zijn we dood Masitye sisele ngoba ngomso siza kufa!
   
Beroepen Amachule
bakker umbhaki
slager isilarha
kok -pheka
visser umlobi
boer umlimi
jager umzingeli
smid umthungi wentsimbi
loodgieter umlungisi wemibhobho yamanzi
schilder umntu opeyintayo
politicus umpolitiki
acteur umdlali-qongeni
leraar umhlohli
ambtenaar umsebenzi karhulumente
chauffeur umqhubi
piloot umqhubi wenqwelomoya
stewardess umququzelelikazi
postbode unoposi
arbeider umsebenzi
directeur Intloko-mlawuli
ondernemer usomashishini
kapper Umlungisi-nwele
verkoper umthangise
schrijver umbhali
journalist intatheli
redacteur umhleli
architect umyili wezakhiwo
ingenieur injineli
kunstenaar igcisa
muzikant umculi
arts ugqirha
tandarts ugqirha wamazinyo
dierenarts ugqirha wezilwanyana
verpleegkundige umongikazi
psycholoog ugqirha wezengqondo
psychiater umazi wezifo zengqondo
manager umphathi
militair injoni
professor injingalwazi
wetenschapper inzululwani
makelaar umntu ocebiza ngemali
schoonmaker umcoci
tolk umtoloki
vertaler umguquli-lwimi
boekhouder umbali-mali
advocaat iqwetha
rechter ijaji
politieagent ipolisa
brandweerman umcimi-mlilo
bewaker umantshingilane
notaris umntu onamagunya ngokomthetho okungqinela amaxwebhu nengxelo efungelweyo
   
Liefde Uthando
houden van ukuthanda
verliefd zijn ukuba seluthandweni
vriend isithandwa (esiyindoda)
vriendin isithandwa (esilibhinqa)
Ik houd van jou! Ndiyakuthanda!
Ik ook van jou! Ndiyakuthanda nam!
Ik ben toch zo verliefd op jou! Ndikuthanda kakhulu!
Jij bent de liefde van mijn leven! Usisithandwa sobomi bam!
Met jou wil ik samen oud worden! Ndifuna ukuguga ndikunye nawe!
Woorden schieten tekort om uit te drukken hoeveel ik van je houd! Andikwazi kuyichaza indlela endikuthanda ngayo!
afspraakje umhla
Wil je met me uitgaan? Ungazikhupha kunye nam?
Ja, dat lijkt me leuk. Ewe, ndingathanda.
Ik heb het erg naar mijn zin gehad vanavond. Bendonwabile ngokuhlwa nje
Mag ik je telefoonnummer? Ndingayifumana inombolo yomnxeba wakho?
Bel me! Nceda, unditsalele umxeba!
Mag ik je kussen? Ndingakuncamisa?
Ja, ga je gang Ewe, ungaqhubeka undincamise.
Nu nog niet, misschien later. Hayi ngoku, ngelinye ixesha.
liefdesbrief incwadi yothando
kalverliefde uthando lwenjanana
Valentijnsdag Usuku loThando
zoen, kus ncamisa
zoenen, kussen ukuncamisa
tongzoen Ukuncamica ngolweni
verloofd isithembiso-mtshato
verloving uthenjisiwe ngomtshato
   
Huwelijk umtshato
trouwen ukutshata
Wil je met me trouwen? Ungaditshata?
Ja, ik wil Ewe, ndiyavuma
bruid umtshakazi
bruidegom umyeni
tot de dood ons scheidt Side sihlulwe kukufa
trouwring umsesane womtshato
huwelijksreis ulonwabo emvakomtshato
getrouwd ushatile
trouwdag umtshato
   
Kinderen Abantwana
zwangerschap ukukhulelwa
zwanger ukhulelwe
bevalling ukuzalwa komtwana
geboorte ukuzalwa
baby, zuigeling umntwana
tweeling amawele
peuter umntwana ofunda ukuhamba
kleuter umntwana ohamba esikolweni sabantwana abancinisa
kind umtwana
tiener umntu omtsha
puberteit ukufikisa
puber Ukufikisa ebuntwini
opvoeding ukukhula
opvoeden ukunyusa
   
dood (zelfstandig naamwoord) ukufa
dood (bijvoeglijk naamwoord) uswelekile
sterven ukubhubha
begrafenis umgcwabo
crematie ukutshiswa kwesidumbu
kerkhof, begraafplaats emangcwabeni
natuurlijke dood ukufa ngokugula
euthanasie ukufa ngaphandle kwentlungu
zelfmoord ukuzibulala
rouw ukuzila
rouwen ukuzila
weduwe  indoda eswelekelwe ngumfazi wakhe
weduwnaar umfazi oswelekelwe yindoda yakhe
wees umntwana ongenabazali
   
Want uit stof ben je gemaakt en tot stof zul je wederkeren Uthuli ethulwini ,umhlaba emhlabeni
De een zijn dood is de ander zijn brood Ukubhubha kwendoda ngumphefumlo wenye indoda
   
psychologie inzululwazi ngengqondo
psycholoog ugqhirha wezenqondo
cliënt umxumi
verstand isizathu
gevoel uziva njani
denken ukucinga
gedachte ingcinga
hersenen ingqondo
gedrag ukuziphatha
persoonlijkheid ubuwena
aandacht ingqalelo
houding isimilo
acceptatie ukwamkela
bewustzijn isazela
onderbewustzijn isazela sokuqala
agressie uhlaselo
therapie unyango
empathie uvelwano
concentratie uzikiso-ngqondo
depressie uxinzelelo lwengqondo
droom iphupha
geheugen inkumbulo
geweten isazela
hypnose ukuthwebula
hysterie isiphoso
herkenning ukunakana
identificatie ukuchonga
imitatie ukulinganisa
introvert umntu othulayo othanda ukuzimamela
extravert umntu othethayo ongathuliyo
ervaring amava
trauma ukwenzakala kakhulu
motivatie inkuthazo
ontkenning ukukhanyela
stress uxinzelelo lwengqondo

 

 

2024 Harmen Schoonekamp | Contact | Talennet | Sitemap.

Snelkoppelingen en mededelingen

Heeft u een eigen website? Een link naar deze website wordt zeer gewaardeerd. Uw website kan eventueel ook bij ons in het linkoverzicht geplaatst worden.